Unisa Press

Umntu Akazibanguli

Author: Siyanda Toni
Published: 2011-02-21 00:00:00.0
ISBN: 978 1 86888653 1
Number of pages: 77
Contact:

Business Section

012  429 3515/ 3448

How to buy:

Business Section

012 429 3515/3448

This book is not available in electronic format

About the book

isiXhosa

Ukuthetha ngamava akho obomi kuyim­fundiso nenkuthazo komameleyo. Lik­wayinyaniso emsulwa nelokuba ukuthetha ngezinto ezikwehleleyo ngakumbi ezibuh­lungu, kuliyeza kuba kaloku liphila ngokut­hunukwa. Kungoko umfundi wale mibongo aya kuzuza ubutyebi banaphakade. Le mibongo iyakhuthaza kumntu wonke. Iyavakala ukuba iphuma emazantsi entliziyweni, incamis’ umxhelo. Imbongi isebenzise amagama akhethekileyo athu­nuka imvakalelo. Oyifundayo uya kufumana ukuhlaziyeka kuba ifikelela kuzo zonke iinkalo zobomi: uthando, ilahleko (ngakum­bi ukulahlekelwa ngumntu omthandayo), ubuntu, isini, ezentlalo jikelele njl-njl. Nantso ke Mz’ oNtsundu ayityebe iteket­eke Hlinzani nibenge nihluthe!

English

This collection of 40 poems delineates the poet’s life experiences. Central to his expe­riences is the loss of his wife and daugh­ter, who died together in a car accident. The poems express the poet’s loneliness because of this loss, as well as his love for his wife and daughter. He also expresses his appreciation of a woman friend who walked at his side in this lonely and painful journey. These poems on love, death, friendship, sexual orientation, pride of language, dreaming and leaving one’s dream, hold the sense of a traditional African beat or rhythm. Appealing features of the poems are  honesty and realism, and it is evident that the poet derives some healing by crafting his feelings and experiences into poetry. In using his poetic skills to move on with his life and find healing, the poet creates a world whose beauty lies in its form, one which offers definition and some kind of coherence.

Table of content

Intshayelelo vii Isinikezelo ix Ingathi ndingakhumbula 1 Imingcipheko yothando 3 Ukub’ ingomso alifiki 5 Isimemo 7 Umhlobo 8 Ndiyakuthanda 9 Abanye abahlobo 10 Iorenji 11 Ndiyabulisa 12 Isipho sam 13 Undincedile 14 Amaphupha 15 Abahlobo bobomi 16 Liso lam 17 Bonanje ndinengxaki 18 Isingqi sakwaNtu 21 Xa ungaqondi buza 23 UTikilili 25 Makoti 27 Xa iingqondo zibuya 31 Intombi yam uMilani 35 Mafungwashe 38 Khumbul’ okokuba ndiyakuthanda 42 Intlebendwan’ iyatshintshatshintsha 43 Mus’ ukuba lusizi kakhulu 45 Phawula 46 Ulutsh’ olungaqiqiyo 47 IAfrika, Afrika 48 Intyatyambo irozi 50 Xa engasekh’ emhlabeni 51 Liyez’ ukukhala 52 Isantya siyabulala 53